YouVersion-logo
RaamattuSuunnitelmatVideot
Hanki sovellus
Kielen valitsin
Hakukuvake

Suosittuja jakeita Raamatun kirjasta I‐Genesise 2

1

I‐Genesise 2:24

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Ngako oko indoda iya kushiya uyise nonina, inamatele emfazini wayo; baze bona babe yinyama nye.

Vertaa

Tutki I‐Genesise 2:24

2

I‐Genesise 2:18

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Wayesiti UYEHOVA UTIXO: Akulungile ukuba umntu abe yedwa; ndiya kumenzela umncedi olungelelene naye.

Vertaa

Tutki I‐Genesise 2:18

3

I‐Genesise 2:7

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Kekaloku UYEHOVA UTIXO wadala umntu ngotuli lwomhlaba, wapefumlela ezimpumlweni zake umpefumlo wobomi; waza umntu waba ngumpefumlo opilileyo.

Vertaa

Tutki I‐Genesise 2:7

4

I‐Genesise 2:23

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Wayesiti u‐Adame: Lo kaloku ulitambo ematanjeni am, nenyama enyameni yam; kukona aya kubizwa ngokuti ngumfazi, ngokuba ebetatyatwa endodeni.

Vertaa

Tutki I‐Genesise 2:23

5

I‐Genesise 2:3

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Waza UTIXO watamsanqela owesixe̔nxe umhla, wawenza ngcwele; ngokokuba ebete ngawo wapumla kuwo wonke umsebenzi wake abewudalile UTIXO wawenza.

Vertaa

Tutki I‐Genesise 2:3

6

I‐Genesise 2:25

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Kekaloku babezé bobabini, u‐Adame nomfazi wake, bengabanga nantloni noko.

Vertaa

Tutki I‐Genesise 2:25

Edellinen luku
Seuraava luku
YouVersion

Rohkaisemassa ja haastamassa sinua etsimään läheisyyttä Jumalan kanssa joka päivä.

Palvelutehtävä

Tietoa

Uramahdollisuudet

Vapaaehtoiseksi

Blogi

Lehdistö

Hyödyllisiä linkkejä

Apua

Lahjoita

Raamatunkäännökset

Ääniraamatut

Kielet

Päivän jae


Digitaalinen palvelutehtävä

Life.Church
Suomi

©2026 Life.Church / YouVersion

YksityisyyskäytännötKäyttöehdot
Haavoittuvuuden paljastamisohjelma
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest