1
uLuka uLuka 18:1
Contemporary Xhosa Bible 2024
Ke kaloku, wayethetha nomzekeliso kubo, wokuba bamelwe kukuhlala bethandaza, bangethi amandla
Vertaa
Tutki uLuka uLuka 18:1
2
uLuka uLuka 18:7-8
Ke yena uThixo akayi kukha abalungise na abanyulwa bakhe, abakhala kuye imini nobusuku, noko azeka kade umsindo ngabo? Ndithi kuni, Uya kubalungisa, abakhulule kamsinya. Kodwa ke akufika uNyana woMntu, wolufumana na ke ukholo ehlabathini apha?
Tutki uLuka uLuka 18:7-8
3
uLuka uLuka 18:27
Uthe ke yena, Izinto ezingenakwenzeka kubantu, zinokwenzeka kuye uThixo.
Tutki uLuka uLuka 18:27
4
uLuka uLuka 18:4-5
Kwaba mzuzu engavumi; kodwa kamva wathi ngaphakathi kwakhe, Nakuba ndingamoyiki uThixo, ndingamhlonele nomntu; noko, ngenxa yokuba lo mhlolokazi endibulala, ndomlungisa, ndimkhulule, hleze ade eze andaphule.
Tutki uLuka uLuka 18:4-5
5
uLuka uLuka 18:17
Inene, ndithi kuni, Othe akabamkela ubukumkani bukaThixo njengomntwana, akasayi kukha angene kubo.
Tutki uLuka uLuka 18:17
6
uLuka uLuka 18:16
Ke yena uYesu wazibizela kuye, wathi, Bavumeleni abantwana beze kum, ningabaleli; kuba ubukumkani bukaThixo bubobabo banjalo.
Tutki uLuka uLuka 18:16
7
uLuka uLuka 18:42
uYesu wathi kuyo, Buya ubone; ukholo lwakho lukusindisile.
Tutki uLuka uLuka 18:42
8
uLuka uLuka 18:19
Uthe ke uYesu kuye, Yini na ukuba uthi ndilungile? Akukho ulungileyo, mnye kwaphela, nguThixo.
Tutki uLuka uLuka 18:19
Koti
Raamattu
Suunnitelmat
Videot