1
uLuka uLuka 24:49
Contemporary Xhosa Bible 2024
Yabonani, mna ndilithumela kuni idinga likaBawo; ke nina hlalani kuwo umzi oyiYerusalem, nide nambathiswe amandla aphuma enyangweni.
Համեմատել
Ուսումնասիրեք uLuka uLuka 24:49
2
uLuka uLuka 24:6
Akakho apha, uvukile; khumbulani ukuthetha kwakhe kuni, oko wayeseseGalili
Ուսումնասիրեք uLuka uLuka 24:6
3
uLuka uLuka 24:31-32
Aqabuka amehlo abo, bamazi; Wanyamalala emehlweni abo. Batshono ukuthi, Intliziyo yethu ibingavuthi na ngaphakathi kwethu, xa ebethetha nathi endleleni, naxa ebesityhilela izibhalo?
Ուսումնասիրեք uLuka uLuka 24:31-32
4
uLuka uLuka 24:46-47
wathi kubo, Kubhaliwe ngokunjalo, umelwe ngokunjalo uKristu kukuthi eve ubunzima, abuye avuke kwabafileyo ngomhla wesithathu; nokuba kuvakaliswe egameni lakhe inguquko noxolelo lwezono kuzo zonke iintlanga, kuqalelwa eYerusalem.
Ուսումնասիրեք uLuka uLuka 24:46-47
5
uLuka uLuka 24:2-3
Balifumana ke ilitye liqengqiwe, lesuka engcwabeni. Bakuba bengenile, abawufumananga umzimba weNkosi uYesu.
Ուսումնասիրեք uLuka uLuka 24:2-3
Գլխավոր
Աստվածաշունչ
Ծրագրեր
Տեսանյութեր