EYEZIQALO 1:9-10

EYEZIQALO 1:9-10 XHO96

Wandula uThixo ukuthi amanzi angaphantsi kwesibhakabhaka makaqokeleleke ndawonye, kuze kuvele indawo engenamanzi. Kwaba njalo ke. Wathi uThixo loo ndawo ingenamanzi ngumhlaba, waza wathi loo manzi andawonye wona lulwandle. Wakholwa ke yiloo nto uThixo.

EYEZIQALO 1:9-10 հետ կապված անվճար Ընթերցանության ծրագրեր և Շինության խոսքեր