Chapa ya Youversion
Ikoni ya Utafutaji

I‐Kesodusi 10:1-2

I‐Kesodusi 10:1-2 XHO1902A

WANDULA UYEHOVA wati ku‐Mosesi: Yiya ku‐Faro; ngokuba ndiyenze nzima intliziyo yake, nentliziyo yezicaka zake, ukuze ndibeke lemiqondiso yam pakati kwabo; nokuze ubalise ezindlebeni zonyana wako, nezonyana wonyana wako, oko ndikwenzileyo e‐Jipete, nemiqondiso endiyimisileyo pakati kwabo; nize nazi nkuba ndi NGUYEHOVA.

Mipango ya Kusoma Bila Malipo na Ibada zinazohusiana na I‐Kesodusi 10:1-2