Chapa ya Youversion
Ikoni ya Utafutaji

I‐Kesodusi 13:21-22

I‐Kesodusi 13:21-22 XHO1902A

Waza UYEHOVA wahamba pambi kwabo, emini entsikeni yelifu, ukuba abakokele endleleni, nasebusuku entsikeni yomlilo, ukuba abakanyisele, kuze kuhanjwe emini nasebusuku. Ayemka intsika yelifu emini, kwa nentsika yomlilo ebusuku, ebusweni babantu.

Mipango ya Kusoma Bila Malipo na Ibada zinazohusiana na I‐Kesodusi 13:21-22