Chapa ya Youversion
Ikoni ya Utafutaji

I‐Kesodusi 17:11-12

I‐Kesodusi 17:11-12 XHO1902A

Kwaza kwati, akupakamisa isandla sake u‐Mosesi, kwandula kweyisa o‐Sirayeli; kanti akuhlisa isandla sake, kwandula kweyisa o‐Amaleki. Kodwa izandla zika‐Mosesi zaba nzima; ngako batabata ilitye, balibeka ngapantsi kwake, waza wahlala pezu kwalo: bati u‐Arone no‐Hure baxasa izandla zake, omnye engelinye icala, omnye engelinye; zaza izandla zake zati nqi lada latshona ilanga.

Mipango ya Kusoma Bila Malipo na Ibada zinazohusiana na I‐Kesodusi 17:11-12