Chapa ya Youversion
Ikoni ya Utafutaji

I‐Kesodusi 17:6-7

I‐Kesodusi 17:6-7 XHO1902A

Bona ke, ndiya kuma ebusweni bako kona, pezu kwelityekazi lase‐Horebe; wauya kubeta ilityekazi, kuze kupume amanzi kulo, ukuba basele abantu. Wenje njalo ke u‐Mosesi emehlweni abadala bo‐Sirayeli. Wabiza igama lalondawo ngo‐Masa, nango‐Meriba, ngenxa yokupika kwosapo luka‐Sirayeli, nangenxa yokumlinga kwalo UYEHOVA, lusiti: Uko na UYEHOVA pakati kwetu, akako kusinina?

Mipango ya Kusoma Bila Malipo na Ibada zinazohusiana na I‐Kesodusi 17:6-7