Chapa ya Youversion
Ikoni ya Utafutaji

I‐Kesodusi 27:20-21

I‐Kesodusi 27:20-21 XHO1902A

Kanjalo wena uya kuyalela usapo luka‐Sirayeli, ukuba luyizise kuwe ioli engcwengileyo yamanquma anqushiweyo ibe yeyesikanyiso, kuze kumiswe izibane ngamaxesha onke. Kuyo intente yentlangano, ngapandle kwekuselo, elipambi kwesinqi̔no, baya kulungisa sona u‐Arone nonyana bake, kwa sekuhlweni kude kuse, ebusweni BUKAYEHOVA: woba ngummiselwa ongunapakade kwizizukulwana zabo, ngenxa yosapo luka‐Sirayeli.

Mipango ya Kusoma Bila Malipo na Ibada zinazohusiana na I‐Kesodusi 27:20-21