I‐Kesodusi 28:3
I‐Kesodusi 28:3 XHO1902A
Kanjalo uya kuteta kubo bonke abalumkileyo ngentliziyo, abo ndiwuzalisile umoya wabo ngobulumko, ukuba bazenze izivato zika‐Arone ukumngcwalisa, aze andikonze ngobuperisite.