Chapa ya Youversion
Ikoni ya Utafutaji

I‐Kesodusi 5:8-9

I‐Kesodusi 5:8-9 XHO1902A

Kodwa inani lezitene, babefudula besenza lona pambili, niya kulibeka pezu kwabo noko; aniyi kuncipisa nto kulo: ngokuba benqena; kungoko bakalayo, besiti: Masihambe siye kubingela UTIXO wetu. Maibe inkonzo inzima pezu kwamadoda la, ukuze asebenze kuyo, angabekeli amazwi obuxoki.

Mipango ya Kusoma Bila Malipo na Ibada zinazohusiana na I‐Kesodusi 5:8-9