Chapa ya Youversion
Ikoni ya Utafutaji

I‐Kesodusi 9:9-10

I‐Kesodusi 9:9-10 XHO1902A

Lwaluya kuba njengotuli kulo lonke ilizwe le‐Jipete, lube ngamatumba ejaduka ngamatyakuva, pezu kwabantu, napezu kwezilo, kulo lonke ilizwe le‐Jipete. Baza balutabata ututu lwesidlangalala, bema pambi kwo‐Faro; waye u‐Mosesi walusasaza ngasezulwini; lwaza lwaba ngamatumba ejaduka ngamatyakuva, pezu kwabantu, napezu kwezilo.

Mipango ya Kusoma Bila Malipo na Ibada zinazohusiana na I‐Kesodusi 9:9-10