Chapa ya Youversion
Ikoni ya Utafutaji

I‐Genesise 11:6-7

I‐Genesise 11:6-7 XHO1902A

Wayesiti UYEHOVA: Bona ke, abantu banye, banomlomo mnye bonke kanjalo; kukuqala kwokwenza kwabo oku; kaloku akuko nto eya kunqandeka kubo, abaqingileyo ukuyenza. Yizani, kesihle, sibidabide kona apo inteto yabo, ukuze bangevani omnye ukuteta kwomnye.

Mipango ya Kusoma Bila Malipo na Ibada zinazohusiana na I‐Genesise 11:6-7