Chapa ya Youversion
Ikoni ya Utafutaji

I‐Genesise 26:4-5

I‐Genesise 26:4-5 XHO1902A

Ndandiya kwandisa inzalo yako njengenkwenkwezi zezulu, ndinike nokunika kwinzalo yako onke lamazwe: zoda zitanyusanqeliswe ngayo inzalo yako zonke izizwe zomhlaba; ngenxa yokuba epulapule u‐Abrahame ilizwi lam, wagcina ingxelo yam, imiyalelo yam, imimiso yam, nemiteto yam.

Mipango ya Kusoma Bila Malipo na Ibada zinazohusiana na I‐Genesise 26:4-5