Chapa ya Youversion
Ikoni ya Utafutaji

I‐Genesise 28:20-22

I‐Genesise 28:20-22 XHO1902A

Waza u‐Yakobi wasenza isibambiso, esiti: Nxa UTIXO aya kuba nam, andigcine kulendlela ndihamba ngayo, andinike isonka sokutya nengubo yokwambata; ndide ndibuye ndize ngoxolo endlwini kabawo: uya kwandula UYEHOVA abe NGUTIXO wam; nelitye eli, endilimisileyo libe sisimo sokukumbuza, loba yindlu KATIXO; nako konke uya kundipa kona, ndomana ndinika isishumi sako kuwe.

Mipango ya Kusoma Bila Malipo na Ibada zinazohusiana na I‐Genesise 28:20-22