1
UYOHANE 1:12
IBHAYIBHILE
Kodwa bonke abâmamkeláyo, bezinikele kuye ngokupheleleyo, wabanika igunya lokuba ngabantwana bakaThixo.
Karşılaştır
UYOHANE 1:12 keşfedin
2
UYOHANE 1:1
Ekuqaleni, kungekadalwa, wayeselekho uLizwi. ULizwi lo wayekunye noThixo, naye ngokwakhe enguThixo.
UYOHANE 1:1 keşfedin
3
UYOHANE 1:5
Olu khanyiso lukhanya ebumnyameni; kwaye ubumnyama abuzange bukoyise ukukhanya kwalo.
UYOHANE 1:5 keşfedin
4
UYOHANE 1:14
ULizwi ke waba ngumntu, waza wahlala phakathi kwethu. Sabubukela ubungangamsha bakhe awabunikwa nguYise, njengoko ekukuphela koNyana wakhe; ubungangamsha ke obuphuphuma ububele nenyaniso.
UYOHANE 1:14 keşfedin
5
UYOHANE 1:3-4
Izinto zonke zadalwa ngaye; ngaphandle kwakhe akubangakho nto idaliweyo. Indalo yonke yaba nobomi ngaye, baza obo bomi baba lukhanyiso eluntwini.
UYOHANE 1:3-4 keşfedin
6
UYOHANE 1:29
Ngengomso uYohane wabona uYesu esiza kuye, wathi: “Nâlo ixhwane likaThixo lokungxengxezela isono sehlabathi.
UYOHANE 1:29 keşfedin
7
UYOHANE 1:10-11
Wafika ke yena ehlabathini; kanti, nangona ihlabathi labakho ngaye nje, alimqondanga. Weza kwelakowabo, aza amawabo akamamkela.
UYOHANE 1:10-11 keşfedin
8
UYOHANE 1:9
Lowo ulukhanyiso lwenene olukhanyisela wonke umntu, wayesiza ehlabathini.
UYOHANE 1:9 keşfedin
9
UYOHANE 1:17
Nakuba uThixo wasinika umthetho ngoMosis, ubabalo nenyaniso wasinika ngoYesu Krestu.
UYOHANE 1:17 keşfedin
Ana Sayfa
Kutsal Kitap
Okuma Planları
Videolar