1
UYOHANE 3:16
IBHAYIBHILE
Kaloku uThixo ihlabathi ulithande kangangokuba ude wancama uNyana okuphela kwakhe, ukuze wonke umntu ozinikele kuye ngokupheleleyo angatshabalali, koko abe nobona bomi bungenasiphelo.
Karşılaştır
UYOHANE 3:16 keşfedin
2
UYOHANE 3:17
Kuba kaloku uThixo akamthumanga uNyana wakhe ehlabathini ukuze aligwebe, koko wamthuma ukuze abe nguMsindisi walo.
UYOHANE 3:17 keşfedin
3
UYOHANE 3:3
UYesu waphendula wathi kuye: “Ndithi kuwe, inene, akukho namnye unokuxhamla ukulawulwa nguThixo, engathanga azalwe ngokutsha.”
UYOHANE 3:3 keşfedin
4
UYOHANE 3:18
“Lowo uzinikelayo kuNyana kaThixo akagwetywa; kodwa lowo ungazinikeliyo selegwetyiwe, kuba engakholwa kuNyana kaThixo okuphela kwakhe.
UYOHANE 3:18 keşfedin
5
UYOHANE 3:19
Imbangi yesi sigwebo nantsi: Ukukhanya kufikile ehlabathini, baza abantu bathanda ubumnyama ngaphezu kokukhanya, kuba izenzo zabo zikhohlakele.
UYOHANE 3:19 keşfedin
6
UYOHANE 3:30
Makabaluleke yena, ndinciphe mna.”
UYOHANE 3:30 keşfedin
7
UYOHANE 3:20
Kakade wonke umenzi wenkohlakalo ukuthiyile ukukhanya. Akasondeli nokusondela ekukhanyeni, hleze izenzo zakhe zivele.
UYOHANE 3:20 keşfedin
8
UYOHANE 3:36
Othe wakholwa kuNyana, unobomi obungonaphakade. Othe akamthobela uNyana, akayi kubona bomi; ingqumbo kaThixo ihlala ihleli phezu kwakhe.”
UYOHANE 3:36 keşfedin
9
UYOHANE 3:14
“Njengokuba uMosis wayiphakamisayo inyoka entlango, umelwe kukuphakanyiswa kwangokunjalo naye uNyana woLuntu
UYOHANE 3:14 keşfedin
10
UYOHANE 3:35
UYise uyamthanda uNyana; zonke izinto uzinikele esandleni sakhe.
UYOHANE 3:35 keşfedin
Ana Sayfa
Kutsal Kitap
Okuma Planları
Videolar