1
UDANIYELI 10:12
IZIBHALO EZINGCWELE
Yathi kum, Musa ukoyika, Daniyeli, kuba kususela kumhla wokuqala, owayinikelayo intliziyo yakho ekuqondeni nasekuzithobeni phambi koThixo wakho, aviwa amazwi akho, mna ke ndize ngenxa yamazwi akho.
Thelekisa
Phonononga UDANIYELI 10:12
Home
Bible
Plans
Videos