1
UYOHANE 20:21-22
IZIBHALO EZINGCWELE
Waphinda ngoko uYesu wathi kubo, Uxolo malube nani; njengokuba uBawo endithumile mna, nam ndiyanithuma nina. Akutsho wabaphefumlela, wathi kubo, Yamkelani uMoya oyiNgcwele
Thelekisa
Phonononga UYOHANE 20:21-22
2
UYOHANE 20:29
Athi uYesu kuye, Ngokuba undibonile, Tomas, ukholiwe. Banoyolo abo bangabonanga, bakholwa noko.
Phonononga UYOHANE 20:29
3
UYOHANE 20:27-28
Andule athi kuTomas, Ethe apha umnwe wakho, uzibone izandla zam; ethe isandla sakho, usifake ecaleni lam; musa ukuba ngongakholwayo, yiba ngokholwayo. Uphendule uTomas, wathi kuye, Nkosi yam, Thixo wam!
Phonononga UYOHANE 20:27-28
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo