1
UMATEYU 14:30-31
IZIBHALO EZINGCWELE
Ke kaloku, ebona umoya unamandla, woyika; waza eqala ukutshona wakhala, esithi, Nkosi, ndisindise. Wasolula kwaoko ke isandla uYesu, wambamba, wathi kuye, Ehla wena ulukholo luncinane, uthandabuzelani na?
Thelekisa
Phonononga UMATEYU 14:30-31
2
UMATEYU 14:30
Ke kaloku, ebona umoya unamandla, woyika; waza eqala ukutshona wakhala, esithi, Nkosi, ndisindise.
Phonononga UMATEYU 14:30
3
UMATEYU 14:27
Wathetha ke kwaoko uYesu kubo, esithi, Yomelelani; ndim, musani ukoyika.
Phonononga UMATEYU 14:27
4
UMATEYU 14:28-29
UPetros wamphendula ke wathi, Nkosi, ukuba nguwe, yitsho ndize kuwe ndihamba phezu kwamanzi. Wathi ke yena, Yiza. Ehlile uPetros emkhombeni, wahamba phezu kwamanzi, esiya kuYesu.
Phonononga UMATEYU 14:28-29
5
UMATEYU 14:33
Bazile ke abo basemkhombeni, baqubuda kuye, besithi, Inyaniso, unguNyana kaThixo.
Phonononga UMATEYU 14:33
6
UMATEYU 14:16-17
Uthe ke kubo uYesu, Akufuneki ukuba zimke; zipheni nina zitye. Bathi ke bona kuye, Asinanto apha, ingezizo izonka ezihlanu neentlanzi ezimbini.
Phonononga UMATEYU 14:16-17
7
UMATEYU 14:18-19
Wathi ke yena, Ziziseni kum apha. Wathi izihlwele mazingqengqe phantsi engceni; wazithabatha izonka zozihlanu neentlanzi zombini, wathi, ekhangele ezulwini, wasikelela; waqhekeza, wazinika abafundi izonka ezo; ke abafundi banika izihlwele.
Phonononga UMATEYU 14:18-19
8
UMATEYU 14:20
Badla bonke bahlutha; basusa amaqhekeza aseleyo, zalishumi elinazibini izitya zizele.
Phonononga UMATEYU 14:20
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo