1
UMATEYU 15:18-19
IZIBHALO EZINGCWELE
Ke zona izinto eziphuma emlonyeni, ziphuma kuyo intliziyo; zizo ezo ezimenza inqambi umntu. Kuba kuyo intliziyo kuphuma izicamango ezingendawo, ookubulala, ookukrexeza, oomibulo, oobusela, ookungqina ubuxoki, ookunyelisa.
Thelekisa
Phonononga UMATEYU 15:18-19
2
UMATEYU 15:11
Asikokungena emlonyeni okumenza inqambi umntu; ke okuphuma emlonyeni, kuko oko okumenza inqambi umntu.
Phonononga UMATEYU 15:11
3
UMATEYU 15:8-9
Aba bantu basondela kum ngomlomo wabo, Bandibeke ngemilebe yomlomo wabo; Kanti intliziyo yabo ikude lee kum; Bafumana ke bendihlonela, Befundisa iimfundiso eziyimithetho yabantu. (UIsaya 29:13)
Phonononga UMATEYU 15:8-9
4
UMATEYU 15:28
Waza ke waphendula uYesu wathi kuye, Mfazi, lukhulu ukholo lwakho; makwenzeke kuwe njengokuthanda kwakho. Yaphiliswa intombi yakhe kwangelo lixa.
Phonononga UMATEYU 15:28
5
UMATEYU 15:25-27
Weza ke waqubuda kuye, esithi, Nkosi, ndisize. Uphendule ke wathi, Asinto intle ukusithabatha isonka sabantwana, siphoswe ezinjaneni. Wathi ke yena, Ewe, Nkosi; kuba neenjana zidla kwiimvuthuluka eziwa etafileni yabaninizo.
Phonononga UMATEYU 15:25-27
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo