1
UMATEYU 26:41
IZIBHALO EZINGCWELE
Lindani nithandaze, ukuze ningangeni ekuhendweni; umoya wona okunene unentumekelelo, ke yona inyama ithambile.
Thelekisa
Phonononga UMATEYU 26:41
2
UMATEYU 26:38
Aze athi kubo, Umphefumlo wam ubuhlungu kakhulu, ngokokude ube sekufeni; hlalani apha nilinde nam.
Phonononga UMATEYU 26:38
3
UMATEYU 26:39
Waza, ehambele phambili umganyana, wawa ngobuso bakhe, wathandaza, esithi, Bawo, ukuba kunokwenzeka, mayidlule kum le ndebe; noko makungabi njengokuthanda kwam, makube njengokuthanda kwakho.
Phonononga UMATEYU 26:39
4
UMATEYU 26:28
kuba ligazi lam eli lomnqophiso omtsha, eliphalala ngenxa yabaninzi, ukuze kuxolelwe izono.
Phonononga UMATEYU 26:28
5
UMATEYU 26:26
Bakubon' ukuba bayadla ke, uYesu wasithabatha isonka, wathi akusikelela waqhekeza, wanika abafundi, wathi, Thabathani nidle; ngumzimba wam lo.
Phonononga UMATEYU 26:26
6
UMATEYU 26:27
Wayithabatha nendebe, wabulela, wabanika, esithi, Selani kuyo nonke
Phonononga UMATEYU 26:27
7
UMATEYU 26:40
Úyeza kubafundi, abafumane belele, athi kuPetros, Ninje na ukungabi nako ukulinda nam nexa elinye?
Phonononga UMATEYU 26:40
8
UMATEYU 26:29
Ndithi ke kuni, Andisayi kusela kwesi siqhamo somdiliya, kuthabathela kweli xesha, kude kube yiloo mini sukuba ndisisela nani sisitsha ebukumkanini bukaBawo.
Phonononga UMATEYU 26:29
9
UMATEYU 26:75
Walikhumbula uPetros ilizwi likaYesu, abelithethile kuye, esithi, Ingekalili inkuku, uya kundikhanyela kathathu. Ephume phandle, walila ngokukrakra.
Phonononga UMATEYU 26:75
10
UMATEYU 26:46
Vukani, sihambe; yabonani, usondele lowo undinikelayo.
Phonononga UMATEYU 26:46
11
UMATEYU 26:52
Aze athi uYesu kuye, Libuyisele endaweni yalo ikrele lakho; kuba bonke abathabatha ikrele baya kutshabalala likrele.
Phonononga UMATEYU 26:52
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo