1
IINDUMISO 77:11-12
IZIBHALO EZINGCWELE
Ndikhankanya izenzo ezincamisayo zikaYehova; Ngokuba ndikhumbula imisebenzi yakho ebalulekileyo yamandulo. Ndicamanga ngako konke ukusebenza kwakho, Ndithelekelele ngezenzo zakho zonke ezincamisayo.
Thelekisa
Phonononga IINDUMISO 77:11-12
2
IINDUMISO 77:14
UnguloThixo, wenza ngokubalulekileyo; Wawazísa amandla akho ezizweni
Phonononga IINDUMISO 77:14
3
IINDUMISO 77:13
Thixo, isebungcweleni indlela yakho; Ngubani na onguthixo omkhulu njengoThixo wethu?
Phonononga IINDUMISO 77:13
4
IINDUMISO 77:1-2
Izwi lam lisingisa kuThixo, ndikhala; Izwi lam lisingisa kuThixo, ukuba andibekele indlebe. Ngemini yokubandezelwa kwam ndiquqela eNkosini yam; Isandla sam solukile ebusuku, asaqoba; Awavuma ukuthuthuzeleka umphefumlo wam.
Phonononga IINDUMISO 77:1-2
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo