1
UMATEWU 21:22
IBHAYIBHILE
Konke enikucelayo ngomthandazo nikholwa, nokwamkela.”
Thelekisa
Phonononga UMATEWU 21:22
2
UMATEWU 21:21
Waphendula uYesu wathi kubo: “Ndithi kuni, inene, ukuba niyakholwa, ningathandabuzi, niya kuba nako ukuyenza le nto ndiyenzé kulo mkhiwane, ngaphezu koko nibe nokuthi nakule ntaba: ‘Funquka, uphoseke elwandle,’ ize yenzeke loo nto.
Phonononga UMATEWU 21:21
3
UMATEWU 21:9
Izihlwele ezazihamba phambi koYesu nezazimlandela zazidanduluka zisithi: “Camagu! Nyana kaDavide! Makabongwe lo uzayo egameni leNkosi! Sithi: ‘Bayethe!’ kuPhezukonke!”
Phonononga UMATEWU 21:9
4
UMATEWU 21:13
waza wathi kubo: “*EziBhalweni uThixo uthi: ‘Indlu yam yindlu yokuthandaza.’ Ke nina niyenze umqolomba wezihange. ”
Phonononga UMATEWU 21:13
5
UMATEWU 21:5
“Yithini kwisixeko saseZiyon: ‘Khangela, uKumkani wakho uza kuwe, elulamile, ekhwele idonki, ekhwele inkonyane, ithole lento ebotshwayo.’ ”
Phonononga UMATEWU 21:5
6
UMATEWU 21:42
UYesu wathi kubo: “Aniyifundanga na *eziBhalweni le ndawo ithi: “ ‘Ilitye abalidelayo abakhi lilo elaba lelona libalulekileyo lesiseko. Oku kwênzeka kuvela eNkosini; kungummangaliso emehlweni ethu.’
Phonononga UMATEWU 21:42
7
UMATEWU 21:43
“Ke ngoko, ndithi kuni, ukulawulwa nguThixo kuya kuniphosa, kufunyanwe luhlanga oluzivelisayo iziqhamo zolawulo lukaThixo. [
Phonononga UMATEWU 21:43
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo