1
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 7:10
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ngokuba usizi olungo KUKATIXO luzuzisa uguquko lude lube lusindiswa, eningayi kuzohlwaya ngalo; kodwa usizi lwaselizweni luyazuzisa ukufa.
Thelekisa
Phonononga Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 7:10
2
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 7:1
Ngako sinawo lamadinga nje, batandwa! masizihlambulule kuko konke ukudyoba kwenyama nokwomoya, sibufeza ubungcwele nje ekwoyikeni UTIXO.
Phonononga Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 7:1
3
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 7:9
Kaloku ndiyavuya, kungekukuba nenziwa lusizi, koko ukuba nenziwa lusizi lwada lwaba luguquko: ngokuba nenziwa lusizi ngo KUKATIXO, ukuze ningalahlekelwa nto ngati.
Phonononga Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 7:9
Home
Bible
Plans
Videos