1
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 3:13
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Koko yalanani imihla ngemihla, nxa kusabizwayo ngokuti ngumhla wanamhla; ukuze kungabiko mntu wakuni owenziwa lukuni ngenkohliso yesono.
Thelekisa
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 3:13
2
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 3:12
Lumkani, bazalwana! hleze kuke kubeko komnye wenu intliziyo ekohlakeleyo wokungakolwa, ekumkeni kuye UTIXO ohleliyo.
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 3:12
3
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 3:14
Ngokuba singabamamkeleyo u‐Kristu, xeshekweni kambe isiqalo sokwomelela kwetu sisibambayo siqinisekile kude kube sekupeleni
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 3:14
4
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 3:8
maningazenzi lukuni intliziyo zenu, njengasengcapukisweni, ngomhla wokulinga entlango
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 3:8
5
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 3:1
NGAKO oko, bazalwana abangcwele, abalwamkeleyo ubizo lwasezulwini! gqalani lowo ungumpostile nomperisite omkulu wemvumelo yetu, u‐Kristu Yesu
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 3:1
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo