1
uIsaya uIsaya 52:7
Contemporary Xhosa Bible 2024
Hayi, ukuba zintle kwazo ezintabeni iinyawo zabashumayela iindaba ezilungileyo, abavakalisa uxolo; lowo uzisa iindaba ezilungileyo, lowo uvakalisa usindiso; abathi kwiZiyon, Ngukumkani uThixo wakho!
Thelekisa
Phonononga uIsaya uIsaya 52:7
2
uIsaya uIsaya 52:14-15
Abaninzi bamangaliswa nguwe; ubuso bakhe bonakele ngaphezu kobabo bonke abantu, nembonakalo yakhe ibinobubi kunoonyana babantu. Uya kuzichithachitha ke iintlanga ezininzi; ookumkani baya kuthi khamnqa kuye; kuba oko bangekakuxeleli, baya kukubona; nento abangayivanga baya kuva.
Phonononga uIsaya uIsaya 52:14-15
3
uIsaya uIsaya 52:13
Yabonani, umkhonzi wam uya kwenza ngengqiqo
Phonononga uIsaya uIsaya 52:13
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo