1
uYohane uYohane 5:24
Contemporary Xhosa Bible 2024
Inene, inene, ndithi kuni, Lowo ulivayo ilizwi lam, akholwe ngulowo wandithumayo, unobomi obungunaphakade; akezi ekugwetyweni; uphume ekufeni wangena ebomini.
Thelekisa
Phonononga uYohane uYohane 5:24
2
uYohane uYohane 5:6
uYesu embona lowo elele, esazi ukuba uselenexesha elikhulu enjalo, uthi kuye, Uyafuna na ukuba uphile?
Phonononga uYohane uYohane 5:6
3
uYohane uYohane 5:39-40
Ziphengululeni izibhalo; ngokuba nina niba ninobomi obungunaphakade kuzo; zaye zona zingqina ngam. Nibe ke nina ningathandi ukuza kum, ukuze nibe nobomi.
Phonononga uYohane uYohane 5:39-40
4
uYohane uYohane 5:8-9
Athi uYesu kuye, Vuka, uthabathe ukhuko lwakho, uhambe. Usuke kwaoko waphila umntu, waluthabatha ukhuko lwakhe, wahamba. Ke kaloku kwakuyisabatha loo mini.
Phonononga uYohane uYohane 5:8-9
5
uYohane uYohane 5:19
Waphendula ngoko uYesu, wathi kuwo, Inene, inene, ndithi kuni, uNyana akanakwenza nto ngokwakhe, engathanga abone uYise eyenza; kuba izinto asukuba ezenza yena, uyazenza uNyana kwangokunjalo
Phonononga uYohane uYohane 5:19
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo