KWABASE-EFESE 4:29

KWABASE-EFESE 4:29 XHO75

Makungaphumi nanye intetho ebolileyo emlonyeni wenu; mayibe yesukuba ilungele ukuxuma oko kuluncedo, ukuze ibabale abevayo.