IINDUMISO 132:4-5

IINDUMISO 132:4-5 XHO75

Andiyi kuwanika amehlo am ubuthongo, Neenkophe zam ukozela: Ndide ndimfumanele indawo uYehova, Ndiyifumanele umnquba imbalasane kaYakobi.