Qinani nikhaliphe, ningaxhali, ningabi nayo nedyudyu. Kaloku uNdikhoyo uThixo wenu ungakuni; soze arhoxe okanye anilahle.”
Funda UHLAZIYO-MNQOPHISO 31
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: UHLAZIYO-MNQOPHISO 31:6
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo