UISAYA 56:1

UISAYA 56:1 XHO96

*UNdikhoyo uthethe wenjenje: “Yenzani okusemthethweni noko kulungileyo. Kaloku usindiso lwam lukufuphi, nobulungisa bam buza kutyhileka.