Waza wathi kuTomas: “Faka apha umnwe wakho, uzibone izandla zam. Solule isandla sakho, usifake ephangweni lam. Yeka ukungakholwa oku! Kholwa!” Waphendula uTomas wathi kuye: “Nkosi yam! Thixo wam!”
Funda UYOHANE 20
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: UYOHANE 20:27-28
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo