Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 12:17-19

Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 12:17-19 XHO1902A

Ukuba umzimba upela ubuliliso, bekuya kuba pina ukuva? Ukuba wona upela ubukukuva, bekuya kuba pina ukujoja? Kodwa kaloku amalungu UTIXO uwabekile onke amanye ngamanye emzimbeni, njengokuba ebetanda. Kanjako ukuba wona onke ebelilo ilungu nye, ubuya kuba pina umzimba?