Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 15:21-22

Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 15:21-22 XHO1902A

Ngokuba ekubeni ukufa kwezayo ngaye umntu, kweza ngaye umntu nokuvuka kwabafileyo. Ngokuba njengokuba ku‐Adame bonke bafayo, kwa njalo ku‐Kristu bonke baya kudliswa ubomi.