Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Efese 4:14-15
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Efese 4:14-15 XHO1902A
ukuze singabi sengabantwana, sijingajingiswa siqu̔tywaqu̔tywa yiyo yonke imimoya yemfundiso, ekunyangeni kwabantu, ebuqokolweni obuyelela ubuqinga bolahlekiso; kodwa siti, sibamba inyaniso elutandweni nje, sikulele kwa kuye ezintweni zonke, oyintloko, u‐Kristu