Kanjalo ukuba ningonyana, wati UTIXO watumela ezintliziywenu zenu UMOYA wonyana wake, ebiza ukuti: Aba, Bawo! Kwa njalo ke akusabi likonza, ungunyana; nokuba ungunyana, uyindlalifa KATIXO ngaye u‐Kristu kanjako.
Funda Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 4
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 4:6-7
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo