U‐Yisaya 52:14-15

U‐Yisaya 52:14-15 XHO1902A

Njengokuba bekutele nqa abaninzi, (kwakunjalo ukwonakala kwokubonakala kwaso ngapezu kwokwomntu, nokwesimilo saso ngapezu kwesonyana babantu,) kwa njalo siya kufefa izizwe ezininzi: ngenxa yaso okumkani baya kuvingca imilomo yabo; ngokuba oko bebengakubaliselwanga bokubona; noko bebengakuvanga bokuqonda.