U‐Jona 2
2
1Wandula u‐Jona watandaza kuyehova, utixo wake, esesiswini sentlanzi, wati:
2Ndabiza ngenxa yokubandezelwa kwam kuyehova, wandipendula ke; ndadanduluka ndisembilini wehadesi, waliva wena ilizwi lam. 3Wabundilahlela enzulwini, kwa pakati kwelwandle; wandingqonga umsinga; zadlula pezu kwam onke amaza ako nengqengqeleko zako. 4Ndaza ndati: Sendigxotiwe kwa pambi kwamehlo ako; noko, ndobuya ndikangele ngasetempileni yako engcwele. 5Amanzi andiṙaula ada angena empefumlweni; inzulu yandipahla; ukula lwabotshwa entloko yam. 6Ndehlela emazantsi entaba; umhlaba imivalo yawo ibindingqonga ngonapakade: kodwa unyusile ubomi bam ekuboleni, Yehova, Tixo wam! 7Nxa umpefumlo wam ubucubukile pakati kwam, ndamkumbula uyehova; yati intandazo yam yeza kuwe, kuyo itempile yako engcwele. 8Abo babeka izinto ezingendawo zobuxoki, bayashiya ububele babo. 9Mna kodwa ndobingela kuwe ngelizwi lokubulela: oko endibambisile ngako ndiya kufeza kona: usindiso lo lukayehova.
10Wati uyehova wateta kwintlanzi, yaza yamhlanza u‐Jona pezu kwomhlaba owomileyo.
Currently Selected:
U‐Jona 2: XHO1902A
Qaqambisa
Share
Copy
Ufuna ukuba iimbalasane zakho zigcinwe kuzo zonke izixhobo zakho? Bhalisela okanye ngena
Published by the British and Foreign Bible Society in 1902.

: