Waza wateta kubo indawo ezininzi ngemizekeliso, esiti: Bona ke, umhlwayeli wapuma ukuya kuhlwayela; nasekuhlwayeleni kwake, ezinye inkozo zawa ngasendleleni, zati intaka zeza zazidla. Zawa nezinye endaweni ebulwalwa, apo bezingenawo umhlaba omninzi; zaza zasezipuma kamsinya, ngokuba zingenabo ubunzulu bomhlaba: zati nxa ilanga belipumile, zatshiswa; nangokuba zingenangcambo, zabuna. Zawa nezinye endaweni yemitolo; yaza imitolo yahluma, yazitshwencisa. Zawa nezinye emhlabeni olungileyo, zanika isiqa̔mo ke, olunye ngekulu, nolunye ngamashumi matandatu, nolunye ngamashumi matatu.
Funda Ivangeli ka‐Mateyu 13
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Ivangeli ka‐Mateyu 13:3-8
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo