Kodwa ebona umoya unamandla woyika; wati esel’ eqala ukuntywila wakala, esiti: Nkosi, ndisindise! Wasuka wolula isandla u‐Yesu, wambamba, wati kuye: Wena ukolo luncinane! wabutandabuza nganina?
Funda Ivangeli ka‐Mateyu 14
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Ivangeli ka‐Mateyu 14:30-31
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo