Waselesiza wambedesha, esiti: Nkosi, ndisize! Koko wapendula wati: Akufanelekile ukuba kutatyatwe isonka sabantwana, siposwe ezinjeni. Wayesiti: Ewe, Nkosi! ngokuba nezinja zisitya kwimvutuluka eziwayo etafileni yabanini bazo.
Funda Ivangeli ka‐Mateyu 15
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Ivangeli ka‐Mateyu 15:25-27
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo