Imizekeliso 1:7-8

Imizekeliso 1:7-8 XHO1902A

UKWOYIKA UYEHOVA kusisiqalo sokwazi: ubulumko nemfundiso amahilihili ayazidela. Yiva, nyana wam! imfundiso kayihlo, ungalahli umteto kanyoko.