Isityilo sika‐Johane 9:3-4

Isityilo sika‐Johane 9:3-4 XHO1902A

Nakuwo umsi lowo kwapuma inkumbi zapumela emhlabeni: kwaye kunikwa kuzo amandla njengokuba benamandla onomadudwane bomhlaba. Kwaza kwatshiwo kuzo ukuti mazingenzakalisi utyani‐bomhlaba, kwa nanye into eluhlaza, kwa namuye umti; kupela mazenzakalise abobantu bodwa abangenaso izincamatiselo SIKATIXO pezu kwamabunzi abo.