Makazicikide ke ngokwakhe umntu, aze ngokunjalo adle kwisonka eso, ayisele nendebe leyo; kuba lowo udlayo, uselayo, ngokungafanelekileyo, uzidlela aziselele ukugwetywa, engawucaluli nje umzimba weNkosi.
Funda KwabaseKorinte 1 11
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: KwabaseKorinte 1 11:28-29
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo