Wathi uEli kuSamuweli, Lala, uthi, wakubiza, uthi, Thetha, Yehova; ngokuba uyeva umkhonzi wakho. uSamuweli waya kulala endaweni yakhe. Weza uYehova, wema, wabiza njengangaphambili, wathi, Samuweli, Samuweli! Waphendula uSamuweli, wathi, Thetha; ngokuba uyeva umkhonzi wakho.
Funda uSamuweli 1 3
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: uSamuweli 1 3:9-10
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo