Unyana omihla isibhozo kuni mawaluswe, yonke into eyindoda emizalwaneni yenu, ezelwe endlwini, nezuzwe ngemali kubani wasemzini, ongengowakho koonyana bakho. Makaluswe ozelwe endlwini yakho, nozuzwe ngemali yakho; umnqophiso wam enyameni yenu uya kuba ngumnqophiso ongunaphakade.
Funda iGenesis 17
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: iGenesis 17:12-13
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo