Athi uYesu kuye, Vuka, uthabathe ukhuko lwakho, uhambe. Usuke kwaoko waphila umntu, waluthabatha ukhuko lwakhe, wahamba. Ke kaloku kwakuyisabatha loo mini.
Funda uYohane 5
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: uYohane 5:8-9
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo