KWABASEKORINTE II 4:18
KWABASEKORINTE II 4:18 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ngoko ke asilangazeleli zinto zibonwayo, silangazelela ezingabonwayo. Kaloku ezibonwayo izinto zezexeshana nje, kanti ezingabonakaliyo ziya kuhlala zihleli.
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE II 4KWABASEKORINTE II 4:18 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
nxa singagqali izinto ezibonwayo, koko sigqala izinto ezingabonwayo; ngokuba izinto ezibonwayo zezomzuzu kodwa, kanti izinto ezingabonwayo zingunapakade.
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE II 4