IZENZO 4:32
IZENZO 4:32 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ke kaloku inkitha yababekholiwe yayintliziyo-nye, imphefumlo mnye; kwaye kungekho namnye ubesithi kukho nto iyeyakhe empahleni yakhe; baye badlelana zonke izinto.
Yabelana
Funda IZENZO 4IZENZO 4:32 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ke kaloku inkitha yababekholiwe yayintliziyo-nye, imphefumlo mnye; kwaye kungekho namnye ubesithi kukho nto iyeyakhe empahleni yakhe; zonke izinto zaye zizezobudlelane kubo.
Yabelana
Funda IZENZO 4